1. *UNdikhoyo wathi kuMosis
2. makaxelele uAron ukuba xa ebeka esaa sibane sizibane zisixhenxe, aze asimise ngohlobo lokuba ilitha laso liwe ngaphambili.
3. UAron wawuthobela loo myalelo, wasimisa njengoko kutshiwo isibane.
4. Wasibumba sonke ngegolide ngokomfanekiso awayewubonisiwe nguNdikhoyo uMosis.
5. *UNdikhoyo wayalela uMosis
6. ukuba abakhethe abaLevi kumaSirayeli, abahlambulule
7. ngolu hlobo: “Bafefe ngamanzi okuhlambulula, utsho bachebe babususe bonke uboya emizimbeni, bazihlambe neempahla zabo. Bakuba benjenjalo ke baya kuhlambuluka.