Eyasentlango 6:24-27 Ibhayibhile (XHO96)

24. “Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa uNdikhoyo,akulondoloze.

25. Wanga angayindlezane kuwe uNdikhoyo,usixhamle isisa sakhe.

26. Wanga angakwazelelela uNdikhoyo,akwambathise uxolo.”

27. Waza wathi ke uNdikhoyo: “Ukuba babiza igama lam bethamsanqela abantu bam amaSirayeli, nam ndiya kubathamsanqela.”

Eyasentlango 6