Eyasentlango 6:17 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakhona ke uya kunikela inkunzi yegusha *kuNdikhoyo, ibe lidini lobudlelwana, ayidibanise nesaa sonka sisebhaskitini. Kananjalo ke uya kwenza nomnikelo weenkozo nowewayini.

Eyasentlango 6

Eyasentlango 6:15-23