Eyasentlango 5:26 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kukha kuwo ngesandla atshise inxenye yawo apho eqongeni. Ekugqibeleni ke uya kuseza umfazi lowo awafince loo manzi.

Eyasentlango 5

Eyasentlango 5:23-27