Eyasentlango 36:9-13 Ibhayibhile (XHO96)

9. ungaze uphuncuke uye ndlwini yimbi. Umhlaba wendlu nganye uya kuhlala ungowaloo ndlu nanini na.’ ”

12. Ewe, zendela kwakwimizi yendlu kaManase unyana kaJosefu, yaza ke ngolo hlobo imihlaba kayise ayaphuma kule ndlu yakowazo.

13. Nantso ke imiyalelo nemimiselo eyanikwa amaSirayeli nguNdikhoyo ngoMosis, kuloo mathafa aseMowabhi phesheya kweJordan malunga neJeriko.

Eyasentlango 36