Eyasentlango 36:7 Ibhayibhile (XHO96)

Umhlaba olilifa lendlu yakwaSirayeli mawungadluleli kwizindlu ngezindlu. Umhlaba womSirayeli ngamnye kufuneka uhlale ungowaloo ndlu azalwa kuyo nanini na.

Eyasentlango 36

Eyasentlango 36:6-13