Eyasentlango 36:10-11 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uMala, uTiza, uHogela, uMilika, noNoha, iintombi zikaZelofehadi, zenza ngokomlomo kaNdikhoyo kuMosis, zendela kwimizi yendlu yakowazo.

Eyasentlango 36

Eyasentlango 36:8-13