Eyasentlango 33:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ukunduluka kwawo apho ke aya kumisa e-Elim, kuba khona kwakukho imithombo yamanzi elishumi elinambini nemithi yesundu engamashumi asixhenxe.

Eyasentlango 33

Eyasentlango 33:5-38-39