Eyasentlango 33:55 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke ukuba anibagxothanga bonke abemi balo, abo baseleyo boba yinkathazo njengeliso eliphandliweyo kuni, okanye kufane nokuba nihlatywe ngameva; ewe, bojika banilwe.

Eyasentlango 33

Eyasentlango 33:50-56