Eyasentlango 33:3 Ibhayibhile (XHO96)

AmaSirayeli anduluka eJiputa ngomhla weshumi elinesihlanu kwinyanga yokuqala enyakeni, kusuku olulandela *iPasika, aphuma engafihlakalanga eRamesi, ekhokelwa nguNdikhoyo, ebonwa ngamaJiputa

Eyasentlango 33

Eyasentlango 33:1-7