Eyasentlango 32:14 Ibhayibhile (XHO96)

Nina ke eningene ezihlangwini zooyihlo, nisisizukulwana esitsha esigwenxa esizimisele ukuhlisela umsindo kaNdikhoyo phezu kwamaSirayeli kwakhona.

Eyasentlango 32

Eyasentlango 32:10-20