Eyasentlango 32:11 Ibhayibhile (XHO96)

‘Ngenxa yokuba bengakholosanga ngam, kula madoda akwiminyaka emashumi mabini nangaphezulu aphuma eJiputa akukho nanye iya kungena kwelo lizwe ndabathembisa ngalo ooAbraham, uIsake, noYakobi.’

Eyasentlango 32

Eyasentlango 32:5-21