Eyasentlango 31:16 Ibhayibhile (XHO96)

Senilibele ngoku ukuba yayingabafazi abâlandela icebo likaBhalam, baza bawawexula amaSirayeli, amvukela *uNdikhoyo ePehore? Kaloku nantso into eyehlisela abantu bakaNdikhoyo ngobhubhani.

Eyasentlango 31

Eyasentlango 31:12-17