Eyasentlango 30:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ke indoda leyo ithe yakuva ngeso sifungo yathatha ithuba ingathethi nto, yoba iyasixhasa eso sithembiso okanye isifungo azibophe ngaso umfazi wayo; ewe, yoba isixhasile xa ingathethanga nto yakuba ivile ngaso.

Eyasentlango 30

Eyasentlango 30:5-16