Eyasentlango 30:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke ukuba ithe yakusiva eso sifungo indoda yakhe yasichasa, soba sitshitshisiwe eso sithembiso okanye isifungo, kuba kaloku indoda yakhe imalele ukuba asifezekise; ngoko ke noNdikhoyo uya kumxolela.

Eyasentlango 30

Eyasentlango 30:9-14