Eyasentlango 3:28 Ibhayibhile (XHO96)

Bebonke ke abangamadoda ababudala buyinyanga nangaphezulu abâbhaliswáyo babesisibhozo samawaka namakulu amathandathu, bonke beququzelela esibingelelweni.

Eyasentlango 3

Eyasentlango 3:26-38