Eyasentlango 3:10 Ibhayibhile (XHO96)

UAron noonyana bakhe bamisele basebenze ezobubingeleli; nabani na ke ongomnye ophatha impahla yesibingelelo uya kubulawa.”

Eyasentlango 3

Eyasentlango 3:2-21