Eyasentlango 29:6 Ibhayibhile (XHO96)

La madini ke ongeza laa madini atshiswayo enziwa rhoqo kusuku lokuqala enyangeni nomnikelo weenkozo, ngokunjalo nedini elitshiswayo lemila ngemihla elihamba nomnikelo weenkozo nothululwayo. La madini omlilo alivumba elimnandi kuNdikhoyo.”

Eyasentlango 29

Eyasentlango 29:5-12