Eyasentlango 29:32 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngosuku lwesixhenxe konikelwa isixhenxe seenkunzi zeenkomo eziselula, neenkunzi zeegusha ezimbini, ndawonye neshumi elinesine lamaxhwane angamaduna, angenasiphako onke.

Eyasentlango 29

Eyasentlango 29:30-31-36