Eyasentlango 29:23 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngosuku lwesine makunikelwe ishumi leenkunzi zeenkomo eziselula, isibini seenkunzi zeegusha, neshumi elinesine lamaxhwane angamaduna, angenasiphako onke.

Eyasentlango 29

Eyasentlango 29:21-22-24-25