Eyasentlango 27:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uya kuxhomekeka kumbingeleli uElazare, kuba kaloku yena intando yam uya kuyaziswa *ziiurim neethumim. Ngale ndlela baya kubhexeshwa nguElazare kuyo yonke imicimbi yabo.”

Eyasentlango 27

Eyasentlango 27:14-23