Eyasentlango 26:9 Ibhayibhile (XHO96)

noonyana bakhe uNemuweli, uDatan, noAbhiram. Lo Datan nalo Abhiram ke ngabaya babenyulwe ngamaSirayeli. Bamvukela uMosis noAron, baza bazibandakanya nehlokondiba likaKora ngexesha ababevukela *uNdikhoyo.

Eyasentlango 26

Eyasentlango 26:3-4-15