Eyasentlango 26:51 Ibhayibhile (XHO96)

Lilonke inani lamaSirayeli angamadoda yaba ngamakhulu amathandathu ananye amawaka, namakhulu asixhenxe, anamashumi amathathu.

Eyasentlango 26

Eyasentlango 26:47-57