Eyasentlango 26:23-26 Ibhayibhile (XHO96)

23. Indlu kaIsakare; imizi yayo: amaTola, amaPawu,

24. amaYashubhi, namaShimron.

25. Amadoda ale mizi ke ayengamashumi amathandathu anane amawaka, namakhulu amathathu.

26. Indlu kaZebhulon; imizi yayo: amaZerede, amaElon, namaJaleli.

Eyasentlango 26