Eyasentlango 25:7 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe akuyibona le nto uPineyasi, unyana kaElazare, umzukulwana wombingeleli uAron, wee sululu, wemka apho kuloo ndibano, wathatha umkhonto,

Eyasentlango 25

Eyasentlango 25:1-15