Eyasentlango 24:20 Ibhayibhile (XHO96)

UBhalam wabona nama-Amaleki, waza wathetha kwavokotheka wathi:“UAmaleki fudula elelona hlanga lomeleleyo,kambe ke ekugqibeleni uya kutshabalala kuthi tu!”

Eyasentlango 24

Eyasentlango 24:13-25