Eyasentlango 24:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uBhalaki wabhabhazela ngumsindo, wabetha ngenqindi phantsi, wathi kuBhalam: “Ndakulanda ukuba uze kuqalekisa iintshaba zam, kodwa ngoku kude kwakathathu uzithamsanqela!

Eyasentlango 24

Eyasentlango 24:6-18