Eyasentlango 23:18 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke yena uBhalam wathetha la mazwi andilisekileyo, wenjenje:“Hoyina ke, Bhalaki, khawubaz' iindlebe;khawundiphulaphule, nyana kaZipore!

Eyasentlango 23

Eyasentlango 23:17-24