Eyasentlango 22:8 Ibhayibhile (XHO96)

UBhalam wathi kuwo la madoda: “Lalani. Mna ndonazisa ngomso into endiyixelelwe *nguNdikhoyo.” Ngenene ke amatshawe amaMowabhi alala apho kwaBhalam.

Eyasentlango 22

Eyasentlango 22:4-14