Eyasentlango 22:35 Ibhayibhile (XHO96)

Ke sona isithunywa sathi kuye: “Hayi, sowuhamba nala madoda; kodwa ke uze uthethe loo nto ndithi thetha yona.” Ngoko ke uBhalam wahamba nazo iinkokheli zakwaBhalaki.

Eyasentlango 22

Eyasentlango 22:34-41