Eyasentlango 21:8 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo ke wathi kuMosis: “Yenza umfanekiso wenyoka, uwuxhome esibondeni, khon' ukuze athi nabani na olunywe yinyoka akhangele kuyo, aphile.”

Eyasentlango 21

Eyasentlango 21:7-10