Eyasentlango 21:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene ke uNdikhoyo waweva amaSirayeli, waza wawanceda awoyisa awatshabalalisa tu amaKanana ndawonye nezixeko zawo. Loo ndawo ke ayithiya igama eliyiHoma.

Eyasentlango 21

Eyasentlango 21:1-6