Eyasentlango 21:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuphuma apho ke aya kufika kwindawo ekuthiwa kuseBhere. Lelaa qula ke eli apho uNdikhoyo wathi uMosis makawaqokelele amaSirayeli, azokuwapha amanzi.

Eyasentlango 21

Eyasentlango 21:12-17