Eyasentlango 20:28 Ibhayibhile (XHO96)

waza uMosis wayikhulula iminweba yobubingeleli kuAron, wayinxiba uElazare. Ke yena uAron wafela apho phezu kwentaba, baza ke uMosis noElazare behla entabeni.

Eyasentlango 20

Eyasentlango 20:25-29