Eyasentlango 20:19 Ibhayibhile (XHO96)

AmaSirayeli aphendula esithi: “Siya kuhamba ngqo ngohola. Ukuba thina okanye impi yethu ithe yasela amanzi akho, siya kuwahlawulela. Inye into esiyifunayo, kukunqumla ngeenyawo.”

Eyasentlango 20

Eyasentlango 20:9-24