Eyasentlango 20:12 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wabhekisa kuMosis noAron wathi: “Ngenxa yokungandithembi nokungandiniki imbeko phambi kwamaSirayeli, anisayi kulikhokela eli bandla nilingenise kwelo lizwe ndalithembisa lona.”

Eyasentlango 20

Eyasentlango 20:6-14