Eyasentlango 20:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ngenyanga yokuqala uSirayeli ephela wagaleleka kwintlango iZin, waza wamisa eKadeshe. Apho ke kulapho wafa waza wangcwatyelwa khona uMiriyam.

Eyasentlango 20

Eyasentlango 20:1-10