Eyasentlango 2:10-16 Ibhayibhile (XHO96)

“Kwicala langasezantsi kuya kuma abembasa yendlu kaRubhen ngokwemizi yabo, bephantsi kweenkulu zabo, ngolu hlobo: Indlu Inkulu Inani AbakwaRubhen uElizure kaShedeyure 46 500 AbakwaSimon uShelumiyeli kaZurishadayi 59 300 AbakwaGadi uEliyasafu kaDuweli 45 650 Bebonke: 151 450 AbakwaRubhen ke baya kulandela.

Eyasentlango 2

Eyasentlango 2:1-33