Eyasentlango 19:17 Ibhayibhile (XHO96)

“Xa kuhlanjululwa umntu onjalo ke, kofuneka kucatshulwe kuthuthu lwethokazi elibomvu, lona luhlambululayo, lufakwe embizeni, luxutywe namanzi angcwengileyo.

Eyasentlango 19

Eyasentlango 19:7-22