Eyasentlango 19:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena ochukumise isidumbu waza akazihlambulula, ugqwalisa *isibingelelo *sikaNdikhoyo. Umntu onjalo makasikwe kwaSirayeli; kaloku akatshizwanga ngamanzi entlambululo. Wohlala egqwalisekile.

Eyasentlango 19

Eyasentlango 19:7-19