Eyasentlango 18:5 Ibhayibhile (XHO96)

“Nini emanithwale uxanduva lokulungiselela egumbini eliyingcwele nakwiqonga lamadini, khon' ukuze uNdikhoyo angaphindi awavelele ngomsindo amaSirayeli.

Eyasentlango 18

Eyasentlango 18:1-10