Eyasentlango 18:15 Ibhayibhile (XHO96)

Lonke izibulo, elomntu nelemfuyo, elinikelwa ngamaSirayeli kum, lelakho. Kodwa ke makahlawulelwe umntwana wamazibulo, nezibulo lesilwanyana esingàtyiwayo ngokunjalo.

Eyasentlango 18

Eyasentlango 18:8-19