Eyasentlango 18:12-13 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndikunika lonke ulibo lwezilimo oluziswa ngamaSirayeli kuNdikhoyo: amafutha omnquma, iwayini, nengqolowa. Zonke ke zoba zezakho, zityiwe ngabo bonke abangenamlaza kwintsapho yakho.

Eyasentlango 18

Eyasentlango 18:3-18