Eyasentlango 18:1 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo wathi kuAron: “Wena noonyana bakho ndawonye nabaLevi nithwala uxanduva ngaso nasiphi na isigqitho esinxulumene nokubusa esibingelelweni; kodwa nguwe kuphela noonyana bakho abaya kuthwala uxanduva ngesigqitho esinxulumene nobubingeleli.

Eyasentlango 18

Eyasentlango 18:1-8