Eyasentlango 17:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene ke uMosis wayalela amaSirayeli ukuba inkokheli nganye imnike intonga; zaza ke zenjenjalo. Inkokheli yendlu nganye yakhupha intonga; zaza ke zaba lishumi elinambini zizonke, neka-Aron ikwalapho.

Eyasentlango 17

Eyasentlango 17:1-11