Eyasentlango 16:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke bangcwatywa behleli, baya kwelabafileyo ndawonye nako konke okwabo. Wabuya wavaleka ke umhlaba, banyamalala ke bona.

Eyasentlango 16

Eyasentlango 16:26-35