Eyasentlango 16:21-23 Ibhayibhile (XHO96)

21. “Khwelelani kwaba bantu. Ndiza kubatshabalalisa ngephanyazo!”

22. Kambe ke uMosis noAron bakhahlela, bawa ngamadolo, badanduluka bathi: “Awu, Thixo, wena mthombo wobomi, kaloku kone umntu wamnye qha, ungathini ke ukusuka ulwe namaSirayeli ephela?”

23. UNdikhoyo wayalela uMosis ukuba

Eyasentlango 16