Eyasentlango 14:29 Ibhayibhile (XHO96)

Niza kufa, zaye ke izidumbu zenu ziya kuqungquluza kule ntlango. Kaloku niyandikhalazela, ngoko ke bonke ababudala bungaphezu kwamashumi amabini soze bangene kwelo lizwe.

Eyasentlango 14

Eyasentlango 14:28-36-37