Eyasentlango 13:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ezi ke ziintlola ezathunyelwa nguMosis ukuba ziye kuhlola elaseKanana. Ke yena uHosheya, unyana kaNune, uMosis wamnika igama elinguYoshuwa.

Eyasentlango 13

Eyasentlango 13:1-19