Eyasentlango 12:15-16 Ibhayibhile (XHO96)

15. Ngenene ke uMiriyam wakhutshelwa ngaphandle komzi wamaSirayeli iintsuku zasixhenxe. AmaSirayeli ke akhe alinda apho kuloo ndawo wada uMiriyam wabuyiselwa.

16. Kamva ke anduluka apho eHazeroti, aya kugaleleka kwintlango yaseParan.

Eyasentlango 12